IZINTO ONOKUZONWABELA KWA-AIRBNB

Host a culture & history experience

Take people off the beaten path and show the secret scandals, epic struggles, and legends behind famous landmarks in your city.

Izinto esizijongayo kubabuki zindwendwe

Iingcali zazo zonke iintlobo
Art historians, architects, tastemakers and guides show the community through their lens.
Ukufikelela kwizinto neendawo ezahlukileyo
Zityhila iinkcubeko, abantu abangaziwayo, iindawo ezifihlakeleyo, neenkqubo zophuhliso ezizayo.
Unxibelelwano phakathi kweendwendwe
With personal perspectives on local tales, they connect guests with a story they can share back home.

Veza okwaziyo

Imbali yamabhinqa
Balaselisa amabhinqa enze imbali kwinkcubeko yakho.
Iimpawu ezijikiweyo
Chaza okungakumbi ngeempawu ezaziwayo.
High culture, remixed
Balisa ibali elingazange libhalwe kwiincwadi zeembali kunye nobugcisa basekuhlaleni, ifilimu nezoyilo.

Bonisa abantu izwe lakho

Go beyond the typical tour and show off your city, craft, cause, or culture by hosting an experience.

Zenzele into enokonwatyelwa ngendlela yakho

Khulisa ubuchule bakho, okanye ubalaselise imisebezi yakho ngokuyichazela abantu basekuhlaleni nabahambi.

Zenzele into enokonwatyelwa ngendlela yakho

Khulisa ubuchule bakho, okanye ubalaselise imisebezi yakho ngokuyichazela abantu basekuhlaleni nabahambi.

Indlela ebhadlileyo yokwenza imali

Zenzele imali ngokwenza into oyithandayo eyahlukileyo, ekhuthazayo nethandwayo ngabantu.

Indlela ebhadlileyo yokwenza imali

Zenzele imali ngokwenza into oyithandayo eyahlukileyo, ekhuthazayo nethandwayo ngabantu.

Khuthaza abameli abatsha

Cacisela abantu ngento yakho oyithandayo ngokubabonisa isizathu sokuba ibalulekile kuwe.

Khuthaza abameli abatsha

Cacisela abantu ngento yakho oyithandayo ngokubabonisa isizathu sokuba ibalulekile kuwe.

Siyakuxhasa

Izixhobo ezifana namanqaku nenkcazelo eyenzelwe izidingo zakho zokwamkela iindwendwe, uncedo lwabathengi olufumaneka imini nobusuku olwenzelwe wena neendwendwe zakho, ukuchazela abantu ngento yakho enokonwatyelwa, nokunye okungakumbi.

Izixhobo ezenzelwe wena
Idashbhodi ekunika inkcazelo eninzi, ekwenza ubonwe ziindwendwe ezisemhlabeni wonke, ukubhatalwa lula, nokunye okuninzi.
Have peace of mind
Kwizinto ezininzi ezinokonwatyelwa, uza kufumana i-inshorensi efikelela kwi$1 miliyoni. Kunye noncedo lwabathengi olufumaneka imini nobusuku ukuze ulandelele amaphupha wakho.
Ukhokelo lokukunceda ukhule
Weekly newsletters, articles, community events and resources are dedicated to help you succeed on every step of your hosting journey.

Balisa utshintsho oluye lwakho kwinkcubeko yakho ngokubonisa abantu imbali ekwisixeko sakho kwenye into enokwenziwa, elungiselelwe nguwe.

Balisa utshintsho oluye lwakho kwinkcubeko yakho ngokubonisa abantu imbali ekwisixeko sakho kwenye into enokwenziwa, elungiselelwe nguwe.